Abasebenzi bempahla manyanani
Item
- Title
- Abasebenzi bempahla manyanani
- Date Issued
- 1983-08-uu
- Description
- Abantu abamnyama bahlupheka ngakumbi ngokuye kusanda kobungxowankulu emZantsi Afrika. Abamhlophe abaninzi bazuze kobubungxowa nkulu. Abamhlophe babanolawulo kwinkompani zemiGodi; belawula nefaraa ezinkulu kwanamizi Mvaliso ngo- kunjalo. Abasebenzi abamhlophe emigodini ba- sebenzisa uMona ukuzuza ngokuphindwe kalishumi kunabamnyama.Kodwa ayingabobonke abamhlophe ababanelo- thamsanqa. Abanye abamhlophe babehluphekule. Belahlekana nemihlaba yabo ngokungxothwa ngo- nofama abatyebileyo. Baya ezidolophini apho bahlala ngokuhlwempuzeka okukhulu njengabobonke abamnyama. Uninzi 1walamahlwempu amhlophe yayi- ngamaBulu.Lamahlwempu amaBulu ayengafundanga engenayo na- nqeqesho ngezoshishino bafumana kunzima uku- fumana imisebenzi. Babanokwenza umsebenzi aba- ngawuqeqeshelwanga kodwa abaqeshi babewunika abemnyama bona babehlawula phantsi. uRulumente wancedisana neqaqobana lalamahlwempu amhlophe angena ngqeqesho ngokuwafunela umsebenzi kwa- Loliwe.
- An educational booklet written in isiXhosa detailing the history and rise of the Garment Workers' Union in the Transvaal. It explores the socio-economic conditions of black and white workers during the growth of capitalism in South Africa, the challenges of organising women workers, and the union's struggle against racial and oppressive systems. The document includes a table of contents, a historical narrative, and a series of review questions for learners.
- Subject
- Labour history -- South Africa
- Garment Workers' Union (GWU)
- Trade unions -- South Africa
- South African labour movements
- Women's labour
- Industrialisation
- Transvaal (South Africa) -- History
- Format
- Language
- Xhosa
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/299946
- Archive
- Cory Library for Humanitites Research
- Provenance
- The item is held at the Cory Library for Humanities Research, Rhodes University, on behalf of the Labour Research Service
- Extent
- 52 pages
- Rights
- Labour History Group
- Rights Holder
- Labour History Group
- Use/re-use
- The materials are made available explicitly for research and educational purposes. Any use of these materials must be cleared with the Labour Research Service.
- Publisher
- Labour History Group
- Item sets
- Garment Workers' Union (GWU)
New Tags
Position: 5226 (4 views)


