Garment Workers' Union (GWU)
Item set
- Title
- Garment Workers' Union (GWU)
- Alternative Title
- GWU
Items
-
Abantu abamnyama bahlupheka ngakumbi ngokuye kusanda kobungxowankulu emZantsi Afrika. Abamhlophe abaninzi bazuze kobubungxowa nkulu. Abamhlophe babanolawulo kwinkompani zemiGodi; belawula nefaraa ezinkulu kwanamizi Mvaliso ngo- kunjalo. Abasebenzi abamhlophe emigodini ba- sebenzisa uMona ukuzuza ngokuphindwe kalishumi kunabamnyama.Kodwa ayingabobonke abamhlophe ababanelo- thamsanqa. Abanye abamhlophe babehluphekule. Belahlekana nemihlaba yabo ngokungxothwa ngo- nofama abatyebileyo. Baya ezidolophini apho bahlala ngokuhlwempuzeka okukhulu njengabobonke abamnyama. Uninzi 1walamahlwempu amhlophe yayi- ngamaBulu.Lamahlwempu amaBulu ayengafundanga engenayo na- nqeqesho ngezoshishino bafumana kunzima uku- fumana imisebenzi. Babanokwenza umsebenzi aba- ngawuqeqeshelwanga kodwa abaqeshi babewunika abemnyama bona babehlawula phantsi. uRulumente wancedisana neqaqobana lalamahlwempu amhlophe angena ngqeqesho ngokuwafunela umsebenzi kwa- Loliwe.