RAWU - The organiser umquequezeli
Item
-
Title
-
RAWU - The organiser umquequezeli
-
Description
-
IRHAFU YENTENGO KUBANTU ABAHLUPHEKILEYO, IRHAFU YENTENGO KUBANTU ABADLA UMHLA- LA PHANTSI, ORHAFU YENTENGO KUBANTU ABANGAPHANDLE KWE- NGQESHO, IRHAFU YENTENGO KUBANTWANA' Urhulumente okhoyo usenkathazweni. Jikelele apha emhlab' uhlangeni ujongene nentiyo- yoluntu olufuna ukonyuswa jkwemivuzo, imfundo ephucukileyo, lizindlu eziphucukileyo, nokuthatha inkxaxheba kulawulo leli lizwe. Ngoku ephakathi koluxanduva uya kubani eyo- kucela uncedo? Akayi kongxowa-nkulu abamonyulayo nabenza izigidi ngezi gidi zemali ngenxa yemithetho awayi qulunqayo. Hayi uya kubasebenzi, kubantu abahluphekileyo asigunyanzise ukhuthi sihlawule iimpazamo zakhe. Urhulumente uzakutychitha entweni jyonke lemali yerhafu yentengo? Ingaba- bcthu uzakuyichitha ekusakheleni izindlu okanye uzakusinika ukutya nezinto zoku- Ihamba, kwimfundo mhlawumbi eyiyo lyabantwana bethu, abakhele mhlawumbi bindawo zokudLala nokonwaba? Hayi uza- gkuchitha kubandlululo nocalo-calulo! Uzakuyichitha kulo mgaqo-siseko mtsha lozama ukwahlula-hlula abantu bangabi nawo amandla okulwela amalungelo abo. Uzakuyichitha ngokugaya amapolisa lomeleze nomkhosi wokugcina ucalu- calulo nengcinezelo zomelele ukuze thina bantu bahluphekileyo sihlawule.
-
Format
-
pdf
-
Language
-
English, Xhosa
-
Type
-
text
-
Identifier
-
http://hdl.handle.net/10962/113944
-
Archive
-
Cory Library for Humanitites Research
-
Provenance
-
The item is held at the Cory Library for Humanities Research, Rhodes University, on behalf of the Labour Research Service
-
Extent
-
7 pages
-
Rights
-
Retail and Allied Workers Union (RAWU)
-
Rights Holder
-
Retail and Allied Workers Union (RAWU)
-
Use/re-use
-
The materials are made available explicitly for research and educational purposes. Any use of these materials must be cleared with the Labour Research Service.