Phambili basebenzi - Abasebenzi bemizi yeentsimbi babadudulele emva abaqashi
Item
-
Title
-
Phambili basebenzi - Abasebenzi bemizi yeentsimbi babadudulele emva abaqashi
-
Date
-
1981
-
Description
-
Abasebenzi kwinkampani ezintathu zeentsimbi kweli lase Kapa - Trident Marine, Consani Engineering no Dorman Long bathathe inyathelo elibanzi ekukhabeni inkqubo yom- butho wabarwebi ebizwa ngokuba yi Industrial Council. Lo mbutho kwimizi yeentsimbi ngowona mkhulu apha kweli lo mzantsi Afrika. Aba baqashi bamelwe ngumbutho wabo oyi SEIFSA, ngumbutho onamandla kakhulu lo woongxowa-nkulu apha kweli lethu.
-
Format
-
pdf
-
Language
-
Xhosa
-
Type
-
text
-
Identifier
-
http://hdl.handle.net/10962/161074
-
Archive
-
Cory Library for Humanitites Research
-
Provenance
-
The item is held at the Cory Library for Humanities Research, Rhodes University, on behalf of the Labour Research Service
-
Extent
-
7 pages
-
Rights
-
General Workers Union (GWU)
-
Rights Holder
-
General Workers Union (GWU)
-
Use/re-use
-
The materials are made available explicitly for research and educational purposes. Any use of these materials must be cleared with the Labour Research Service.