Udliwanondlebe noMthobeli waseFortCox, Fort Cox 7 February 2014 Interview by Dr Lee

Item

Title
Udliwanondlebe noMthobeli waseFortCox, Fort Cox 7 February 2014 Interview by Dr Lee
Description / content note
Ubalisa ngexesha lakudala ukuba ubuqala uhambe uyosebenza eGoli phambi kokuba uthathe umfazi okanye umntu ebethathathelwa umfazi nenkani kwenziwe lento kuthiwa kukuthwalwa.Uye wasibalisela nangokutshintsha xa ufikelele kwisigaba sobangumfana kufuneka uhambe uyisebenza ukuze uzithegele impahla yokutshintsha abengumfana aphume ebukrwaleleni .Uthi kwixesha langoku nelakudal akukho mbeko ngoku urhulumente uze nenkululeko efike yamosha yonke into. Ubalisa ngexesha lomtshotsho neengoma bebezicula.uye wacula ingoma yomtshotsho ethi (thula dali) uphinde wacula ingoma zobufana apho bebehlala phantsi bafundise ikrwala ingomo igama lengoma ( ntengu macetyana)
Fort Cox 7 February 2014 Interview
Language
Publisher
International Library of African Music (ILAM)
Date recorded
Date issued / published
17-02-2014
Identifier
KHA
4
Duration (time)
00:16:44
Is Part Of
RU ILAM Keiskamma Hoek Heritage Project (KKH)

New Tags

I agree with terms of use and I accept to free my contribution under the licence CC BY-SA.